Ukufika kwanaKoski eAfrica, ibhola ekhatyayo yayiyeyonanto iyindumasi ngeloxesha kumaXhosa. Kulemihla, kunjeke kwaba yimingcwabo. Oyena nobangela wokufa, ngungawulayo(AIDS). Ngokoqikelelo, anaXhosa amalunga namashumi amane anesibhozo ephesenteyiji (48%) anentsholongwane kagawulayo (HIV) okanye ugawulayo. Kudala athatyathwa nasezinkonzweni, kuthandazelwa lobhubhane oqulathwe ngugawulayo. Kwelinye icala namazwe, alenzile upando ngongawulayo, washukuxwa nakwiinkomfa lomba kagawulayo, nakubeni lwalungekho lukhulu unyathelo nemfumdiso eluntwini.